Uwile umth'omkhulu.
Lala ngoxolo Krila, Thangana, Rhaso, Nkom'ezibomvu! Soze sakulibala! Inkulu into osenzele yona usadla amazimba.
Ubungumzekelo omhle kuthi, bantwana bakabhut'wakho.
Ibingeyompazamo nale yokuba usweleke kanye ngalamhla utata wasweleka ngawo!
Sowyasbulisela kuye, nakubo bonke abasishiya ngaphambi kwakho!
No comments:
Post a Comment